Ngokwemiqathango ekhutshwe ngokomhlathi 27(2) yentlekele, umthetho 57 of 2002 (Eastern Cape Liquor Board) ugxininisa ngoko nangoko ngokusemthethweni ukuba zonke iindawo ezishishina ngotywala kwiPhondo leMpuma Koloni nakuzwelonke zingashishini ngokwemiqathango yesiqhelo ebekwe nguMaspala.
0 Comments